Indoda eneminyaka engu-54 ubudala, iboshiwe mayelana necala lokugwaza ibulale enye, bebenga usikilidi, endaweni yaseFutye, eMqanduli.
↧